Nomkitha

Nomkitha Lyrics

Ndibethwa luvalo
Xa ndibona wena
Anidisakwazi nokuzibamba
Ndincuma kakhulu xa ndibona wena
And'yali ndiyoyika
Ukuthetha nawe
Kodwa Nomkitha
Khawundik' ithuba
Ndithethe nawe

Ndiyak'cela mamela ndiyak'cela mamela
Ngawe ndiyaz'fela ngawe ndiyaz'fela
Khawuleza sondela khawuleza sondela
Ndik'thanda okwempela thanda okwempela
Nomkithakazi
Nomkithakazi

Buyandiphamphanis' ubuhle bakho
Inthliziyo yam igcwel' uthando lwakho
Iinkomo zikhona
Baph' abazali bakho
Ndizimisele ukuba ngumnyeni wakho

Ndiyak'cela mamela ndiyak'cela mamela
Ngawe ndiyaz'fela ngawe ndiyaz'fela
Khawuleza sondela khawuleza sondela
Ndik'thanda okwempela thanda okwempela
Nomkithakazi
Nomkithakazi
Nomkithakazi
Nomkithakazi

Ndiyak'cela mamela ndiyak'cela mamela
Ngawe ndiyaz'fela ngawe ndiyaz'fela
Khawuleza sondela khawuleza sondela
Ndik'thanda okwempela thanda okwempela

Ndiyak'cela mamela ndiyak'cela mamela
Ngawe ndiyaz'fela ngawe ndiyaz'fela
Khawuleza sondela khawuleza sondela
Ndik'thanda okwempela thanda okwempela
(Nomkithakazi) Ndiyak'cela mamela ndiyak'cela mamela
Ngawe ndiyaz'fela ngawe ndiyaz'fela (Nomkithakazi)
Khawuleza sondela khawuleza sondela
Ndik'thanda okwempela thanda okwempela

Copyright(s): Lyrics © Downtown Music Publishing
Lyrics Licensed & Provided by LyricFind

Post your Interpretation

Attach an image to this thought

Drag image here or click to upload image

The Meaning of Nomkitha

Be the first!

Post your thoughts on the meaning of "Nomkitha".

Lyrics Discussions
Hot Songs
by David Kushner

1

283
Recent Blog Posts