Over You
Over You

Berita - Over You Lyrics

1
Over You Music Video

Over You Lyrics

Ndiyakhumbula
Ndiqala ukukubona
Indlela owayiyiyo
Wawungathi unembeko

Wathetha nam
Ndaxolela ukuqhathwa nguwe
Ndavuma
But i can't believe
Ngoku xa ndihamba
Kufuneka ndiziqoqe isidima
Ngenxa yakho
Uziphika zonke into ozenzayo
Apha esitratweni
Undihlekisa ngabantu

Im so over over over (hayi ndanele)
Over over over you (hayi ndanele)
Over (hayi ndanele)
Im so over over over (hayi ndanele)
Over over over you (hayi ndanele)
Over(hayi ndanele)

Aziba ulala njani tsii
Kanene awuna ntliziyo
Nasemva kwento ondenze zona
Usafuna uba nami
Jonga khayibethe ibencinci (ahee)
Enkosi ndiyabulele (ahee)
Dlalela kude kunam tshini unamagqinga

Im so over over over (hayi ndanele)
Over over over you (hayi ndanele)
Over (hayi ndanele)
Im so over over over (hayi ndanele)
Over over over you (hayi ndanele)
Over (hayi ndanele)

Ulityile ixesha lam
Udlalile ngam
Love don't leave here no more (don't leave here no more)
Ndivile ndanele ndanele
Ulityile ixesha lam
Udlalile ngam
Love don't leave here no more (don't leave here no more)
Ndivile ndanele ndanele

Im so over over over (hayi ndanele)
Over over over you (hayi ndanele)
Over (hayi ndanele)
Im so over over over (hayi ndanele)
Over over over you (hayi ndanele)
Over (hayi ndanele)

Im so over over over (hayi ndanele)
Over over over you (hayi ndanele)
Over (hayi ndanele)
Im so over over over (hayi ndanele)
Over over over you (hayi ndanele)
Over (hayi ndanele)

Its over (udlalile ngexesha lami)
(Udlalile ngam)
Love don't leave here no more(ndanele ndanele ndanele)
You waisted my time( udlalile ngam)
Ah ndanele
Don't leave here no more

Writer(s): GUGULETHU KHUMALO, MOJALEFA THEBE, NQABAKAZI ANTONY
Copyright(s): Lyrics © Universal Music Publishing Group
Lyrics Licensed & Provided by LyricFind

Post your Interpretation

Attach an image to this thought

Drag image here or click to upload image

The Meaning of Over You

Be the first!

Post your thoughts on the meaning of "Over You".

Latest Blog Posts
Lyrics Discussions
by 4batz

1

13
Hot Songs

1

13
by FloyyMenor, Cris Mj

1

77
Recent Blog Posts