Wakrazulwa
Wakrazulwa

Lundi - Wakrazulwa Lyrics

430
Wakrazulwa Music Video

Wakrazulwa Lyrics

Wakrazulwa ngenxa yami
Liwa laphakade
Kuze ngizifihle kuwe
Nxeba lika yesu)

Yeyanina le mikrozo
kwelo cala lakhe
Yeyegazi yeyamanzi
Mandi hlanjululwe

Inyembezi zeminyaka
Azi ngefezinto
Nguwe nkosi osusayo
Zonk'izono zomntu

Yeyanina le mikrozo
kwelo cala lakhe
Yeyegazi yeyamanzi
Mandi hlanjululwe

Inyembezi zeminyaka
Azi ngefezinto
Nguwe nkosi osusayo
Zonk'izono zomntu

Wakrazulwa ngenxa yami
Liwa laphakade
Kuze ngizifihle kuwe
Nxeba lika yesu

Yeyanina le mikrozo
kwelo cala lakhe
Yeyegazi yeyamanzi
Mandi hlanjululwe

Inyembezi zeminyaka
Azi ngefezinto
Nguwe nkosi osusayo
Zonk'izono zomntu

Wakrazulwa ngenxa yami
Liwa laphakade
Kuze ngizifihle kuwe
Nxeba lika yesu

Yeyanina le mikrozo
kwelo cala lakhe
Yeyegazi yeyamanzi
Mandi hlanjululwe

Writer(s): LUNDI TYAMARA, SIPHO MBELE
Copyright(s): Lyrics © Universal Music Publishing Group
Lyrics Licensed & Provided by LyricFind

Post your Interpretation

Attach an image to this thought

Drag image here or click to upload image

The Meaning of Wakrazulwa

Be the first!

Post your thoughts on the meaning of "Wakrazulwa".

Lyrics Discussions
by Nipsey Hussle, Bino Rideaux

1

36
Hot Songs
by Rich Amiri

1

57
Recent Blog Posts