Mbizana
Mbizana

Zanda Zakuza, Dr Moruti - Mbizana Lyrics

4
Mbizana Music Video

Mbizana Lyrics

We helele We helele
We helele We helele we ma

We helele We helele
We helele We helele we ma

Ndiyahamba
Ndibhekisa amabombo kwamabelane
Ikhaya labanta bami
Apho inkaba zabo zilele khona

Ndiyahamba
Ndibhekisa amabombo kwamabelane
Ikhaya labanta bami
Apho inkaba zabo zodukufe khona

Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Ilwa nekhaya lakho ( ilwa nekhaya lakho)

Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Ilwa nekhaya lakho ( ilwa nekhaya lakho)

Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Ilwa nekhaya lakho ( ilwa nekhaya lakho)

Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Ilwa nekhaya lakho

Ndilwa nekhaya lomama
Ndilwa nekhaya lomama
Ndilwa nekhaya lomama
Ndilwa nekhaya lomama

We helele We helele
We helele We helele we ma
We helele We helele
We helele We helele we ma

Ndiyothumel'imilambo
Ndikhawulezise amazwe entuthuzelo
Ndinixelele ngokubuya kwami
Ndibuyele ekhaya esangweni

Ndiyothumel'imilambo
Ndikhawulezise amazwe entuthuzelo
Ndinixelele ngokubuya kwami
Ndibuyele ekhaya lomama

Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Ilwa nekhaya lakho ( ilwa nekhaya lomama)

Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Ilwa nekhaya lakho ( ilwa nekhaya lakho)

Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Ilwa nekhaya lakho ( ilwa nekhaya lakho)

Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Wena we mbizana (wena we mbizana)
Ilwa nekhaya lakho ( ilwa nekhaya lomama)

Ilwa nekhaya lomama
Ilwa nekhaya lomama
Ilwa nekhaya lomama
Ilwa nekhaya lomama ( Ilwa nekhaya lomama)

We helele
We helele
We helele(ilwa nekhaya lomama)
We helele we helele (ilwa)

We helele We helele (ilwa nekhaya lomama)
We helele We helele (ilwa)
We helele We helele (ilwa nekhaya lomama)
We helele We helele (ilwa)

We helele We helele (ilwa nekhaya lomama)
We helele We helele (ilwa)

Writer(s): SIPHO ARCHIBALD MSIZA, ZANDA ZAKUZA
Copyright(s): Lyrics © Downtown Music Publishing
Lyrics Licensed & Provided by LyricFind

Post your Interpretation

Attach an image to this thought

Drag image here or click to upload image

The Meaning of Mbizana

Be the first!

Post your thoughts on the meaning of "Mbizana".

Lyrics Discussions
by Freddie Dredd

1

479
Hot Songs
Recent Blog Posts