Ilanga
Ilanga

Buhlebendalo, Sjava - Ilanga Lyrics

21
Ilanga Music Video

Ilanga Lyrics

Oh langa uyazi uthando lusphulile
Oh sthandwa uyazi ndathembisa soze ndibuyele
Kodwa xandinawe ndilibala zonke inhlungu zothando
Imfudumalo yakho indilibaza zonke inhlungu zothando

Ndingaba lilanga ndibe yinyanga
Ndibe yonke yonke oyifunayo
Ndingaba lilanga ndibe yinyanga
Ndibe yonke yonke oyifunayo

Iza kum nana iza kum nunu
Iza kum Ndibe yonke oyifunayo
Iza kum nana iza kum nunu
Ndibe yonke yonke oyifunayo

Othandweni ukulahlwa mbeleko ngakfela
Ngzokhohlwa ongibulalayo sengthol' ongangfela
(Ngkhumbula ngikhala ngithi uthando lungehlule)
Kwafika isthunywa sangduduza sengthule
Ngithi wena loyo wena loya mama zwilama
Ngibonga ogogo ngibonga ogogo ngawe
Ngithi wena loyo wena loya mama zwilama
Ngibonga ogogo ngibonga ogogo ngawe

Wena qandinawe (Ma nginawe)
Ndilibala zonke inhlungu zalomhlaba (Zonke zonke)
Imfudumalo yakho (Oyakho)
Indilibaza zonke inhlungu zothando (Zonke zonke)

Ndingaba lilanga (Ngaba lilanga)
Ndibe yinyanga (Ngibe yinyanga)
Ndibe yonke (Yonke)
Yonke oyifunayo (Yo)

Ndingaba lilanga (Ngaba lilanga)
Ndibe yinyanga (Ngibe yinyanga)
Ndibe yonke (Yonke)
Yonke oyifunayo (Yo)

Iza kum nana iza kum nunu
Iza kum Ndibe yonke oyifunayo
Iza kum nana iza kum nunu
Ndibe yonke yonke oyifunayo

Writer(s): BUHLE GETRUDE MDA, REINHARD STHEMBISO TWALA
Copyright(s): Lyrics © Downtown Music Publishing
Lyrics Licensed & Provided by LyricFind

Post your Interpretation

Attach an image to this thought

Drag image here or click to upload image

The Meaning of Ilanga

Be the first!

Post your thoughts on the meaning of "Ilanga".

Lyrics Discussions

1

84
Hot Songs
Recent Blog Posts