Bantu Biko Street
Bantu Biko Street

Simphiwe Dana - Bantu Biko Street Lyrics

65
Bantu Biko Street Music Video

Bantu Biko Street Lyrics

Noba esispaji
Singenay’imali
Ndosiphatha xa ndihamb’eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa

Noba esispaji
Singenay’imali
Ndosiphatha xa ndihamb’eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa

Andinay’imali
Yokuthenga zonke
(Ezazizezam azikhw’ezazulwana)
Kodwa ndakuthusa
Xa kuthiwa makuyiwe
(Kudala ndiw’gangatha kuphil’akuthengwa)
Akuthengwa (Kuphil’akuthengwa)
Yintoni leyo (Kuphil’akuthengwa)
Khuza wena (Asinakuyazi hayi isimanga)

Nawe Mongameli
Xa ubon’abantu bakho
(Unqandwa yintoni ungaphilis’isizwe)
Wena Mongameli
Fundis’abantwana bethu
(Nants’intw’esay’lwela ungathi ulibele)
Sihamba nzima
Siyazama (Sihamba nzima)
Khuza wena (Ngathi sowubon’indifanele le ndawo)

Noba esispaji
Singenay’imali
Ndosiphatha xa ndihamb’eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa

Noba esispaji
Singenay’imali
Ndosiphatha xa ndihamb’eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa

Sizwe esimnyama
Soya njalo phambili
(Soya njalo phambili xa sime sibanye)
Sizwe esintsundu
Ungayek’ukukhathala
(Kungaba kuphelile xa ungakhathali)
Wawukhona
Besithathela konke (Wawukhona)
Sakhal’iinyembezi (Thina sobabini sivela eGolgotha)

Emaphupheni nasezitoyitoyini
(Singa singahlala siy'khangela ihambo)
Ezingcingeni nasezinkonzweni
(Siyakuzinceda siy'khangele ihambo)
Hamba njalo
Sukoyika (Hamba njalo)
Ngoba kufanele (Zincede khawuleza lingekatshon’ilanga)

Noba esispaji
Singenay’imali
Ndosiphatha xa ndihamb’eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa

Noba esispaji
Singenay’imali
Ndosiphatha xa ndihamb’eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa

Writer(s): SIMPIWE DANA, BHEKISASA SIFISO MAKHOSONKWE KHOZA, SINETHEMBA DANA
Copyright(s): Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC, Downtown Music Publishing
Lyrics Licensed & Provided by LyricFind

Post your Interpretation

Attach an image to this thought

Drag image here or click to upload image

The Meaning of Bantu Biko Street

Be the first!

Post your thoughts on the meaning of "Bantu Biko Street".

Frequently Asked Questions

Latest Blog Posts
Lyrics Discussions
Hot Songs

1

391
by SZA

1

30
Recent Blog Posts