Ixesha
Ixesha

Teespa - Ixesha Lyrics

Apr 8, 2021
5

Ixesha Lyrics

Ndithe nditheza kemna
Ndabona yena lona
Ntliziy' ibetha yona
Ndamhlangabeza kodwa
Ndazama uthetha kemna
Magama emnka wona
Ndacel' ixesha lona
Wathi and'zulenza lona

Ndithe nditheza kemna
Ndabona yena lona
Ntliziy' ibetha yona
Ndamhlangabeza kodwa
Ndazama uthetha kemna
Magama emnka wona
Ndacel' ixesha lona
Wathi and'zulenza lona

Ubuhle bakho buyand' sokolisa
Fun' uthetha nawe but I'm scared it's hopeless
Nkangeleko yakho man it makes me nervous
You got an african booty and that skin is chocolate

Mhle nyani she's gorgeous
Ndaqweba amandla I'm going in
Ndathi Hi wandithi ntsho
Ndaceli gama wathi yhoo

Lord please ndicela amagama
Umlomo womile ndiziva ndiligwala
Losisi uyaphoxa xandizama
Wathi I'm so sweet akandinika ne number

Ndithe nditheza kemna
Ndabona yena lona
Ntliziy' ibetha yona
Ndamhlangabeza kodwa
Ndazama uthetha kemna
Magama emnka wona
Ndaceli ixesha lona
Wathi and'zulenza

I was hoping we could fine dine
But my kind doesn't get time around here
Maybe send a text a reply
Wathi bhuti I don't date no sweet guys neh

I was hoping we could fine dine
But my kind doesn't get time around here
Maybe send a text a reply
Wathi bhuti I don't date no sweet guys neh

Mhle nyani she's gorgeous
Ndaqweba amandla I'm going in
Ndathi hi wandithi ntsho
Ndaceli gama wathi Yhoo

Buhle bakho buyand' sokolisa
My kind doesn't get time around here
Buhle bakho buyand' sokolisa
Wathi buti I don't date no sweet guys nhe

Ndithe nditheza kemna
Ndabona yena lona
Ntliziy' ibetha yona
Ndamhlangabeza kodwa
Ndazama uthetha kemna
Magama emnka wona
Ndaceli ixesha lona
Wat hi and'zulenza lona

Ndithe nditheza kemna
Ndabona yena lona
Ntliziy' ibetha yona
Ndamhlangabeza kodwa
Ndazama uthetha kemna
Magama emnka wona
Ndaceli ixesha lona
Wathi and'zulenza

Writer(s): Athenkosi Nombengu
Copyright(s): Lyrics © O/B/O DistroKid
Lyrics Licensed & Provided by LyricFind

Post your Interpretation

Attach an image to this thought

Drag image here or click to upload image

The Meaning of Ixesha

Be the first!

Post your thoughts on the meaning of "Ixesha".

Frequently Asked Questions

Lyrics Discussions
by Belters Only, Jazzy

1

42
Hot Songs
by SZA

1

867
Recent Blog Posts